Umhlobo Wenene FM(@UWFM88_106FM) 's Twitter Profileg
Umhlobo Wenene FM

@UWFM88_106FM

Umhlobo Wenene FM is a radio station that broadcasts in Xhosa • Top 3 radio stations in South Africa • 4 mill listeners, in 7/9 provinces • #UnoMhloboMhlobo

ID:3298845069

linkhttp://www.umhlobowenenefm.co.za calendar_today26-05-2015 06:55:14

20,3K Tweets

240,2K Followers

462 Following

Umhlobo Wenene FM(@UWFM88_106FM) 's Twitter Profile Photo

idriveenochatha Namhlanje sincokola namadoda anyamezeleyo kukrakra emizini yawo.Into exhaphakileyo kukuba ngoomama abanyamezelayo emzini.Kodwa eliqonga silinika wena tata othi noko iyakutya ikonisi,sifuna ukuva ke ukuba yintoni le ikuhlalise kulomzi kutshisa kangaka?

idriveenochatha #khupha Namhlanje sincokola namadoda anyamezeleyo kukrakra emizini yawo.Into exhaphakileyo kukuba ngoomama abanyamezelayo emzini.Kodwa eliqonga silinika wena tata othi noko iyakutya ikonisi,sifuna ukuva ke ukuba yintoni le ikuhlalise kulomzi kutshisa kangaka?
account_circle
Umhlobo Wenene FM(@UWFM88_106FM) 's Twitter Profile Photo

Kuleminyaka ingamashumi amathathu enkululeko eMzantsi Afrika ,yeyiphi eyonanto ongathi oyayincoma kakhulu.Ewe siyayazi unazo ezikukhwinisayo kodwa namhlanje sifuna ezo unozincoma Zintle Babe Zee Mbusi Luyanda Gidane Phethu Soga

account_circle
Umhlobo Wenene FM(@UWFM88_106FM) 's Twitter Profile Photo

Yintoni le ikwenza wophule isigqibo obusele usithathile ngomntu obucinga ngundofa naye wakho .Kukunganyaniseki,ukwahlukana kweenkolo,nezinye?Ungasithumela nomyalezo oshicilelweyo ku 0413911221 Zintle Babe Zee Mbusi Luyanda Gidane Phethu Soga

account_circle
Umhlobo Wenene FM(@UWFM88_106FM) 's Twitter Profile Photo

Mphulaphuli, siyaxolisa ngokungasasazeki ngqo uSidl'imbadu kumakhasi onxebelelwano woMhlobo WeneneFM (Live Stream) ngale ntsasa. Kungenxa yeempazamo zobuchwephesha.

Sithetha namadoda angavaniyo ncam nomamazala babo.Yintoni le ingaka,nibangisana ntoni nomamazala wakho mkhwenyana?UAnele Siswana ukhona ke nje clinical psychologist Luyanda Gidane Phethu Soga Zintle Babe Zee Mbusi Anele Siswana TLG

#Khupha #DriveEnochatha Sithetha namadoda angavaniyo ncam nomamazala babo.Yintoni le ingaka,nibangisana ntoni nomamazala wakho mkhwenyana?UAnele Siswana ukhona ke nje clinical psychologist @looksgidane Phethu Soga @djzeentle @AneleSiswana1 TLG
account_circle